Lomjita uthenge I phone ye 8K .uphinda ufuna inkawza kum ndithe makayi download😏😏😏
Related Posts
Nka’s Tomme Match ka 1-0⚽ Wa ngwana yena sorry! 🖐🏼😏
3 seconds 👩 Bby sochamile 👨 Ewe bby kanti wena ubufuna ndikake
I pain yokuba mude uthi uyazamula ugwinye inyoni ngephutha😤😐
uJesu fika ekuseni 🗣️ kutsha mna ndivulelwa ngumama ngo 3am
Akhonto igeza njenge ndoda ezaziyo ba ayityelwa.
Le team yenu ityiwa njalo, ngathi sisonka esi brown. Lool
Izolo emva kokusukumiswa kukaGumede nenkondlo emngcwabeni, wezwakala ethi, ” Kufa wingq…..za !!! Akazange ayiqede kwayileyo nkondlo yakhe wahlaliswa phanzi.
ubokhe ubokhe uhlale phantsi nomntu wakho noba anizu kwenza nto ukhe umbuze nje bbe xaucinga wena kowenu ndingasa inkomo ezingaphi😁😁 Continue Reading..