uJesu fika ekuseni 🗣️ kutsha mna ndivulelwa ngumama ngo 3am
Loading views...
uJesu fika ekuseni 🗣️ kutsha mna ndivulelwa ngumama ngo 3am
Loading views...
Lala Ngoxolo Wena HHP, Wena Hip Hop Pantsula…Wena Hipsta.. Wena Hippopotamus…Wena Hip Hip Horaay…Wena Jabba juice
Loading views...
Baby cries at 2am
WHITES: shh shh shh don’t cry sweet heart
BLACKS:khona lento ayibonayo lomntana kulendlu
Loading views...
Ubaba ufuna ukyeka utshwala, ukhipha i case lamabodlela a empty uyawaphula..elokqala pooo ya wanglahlisa ngomsebenzi..elisbili. Pooo ya wangxoshela umfazi ..makaqhubeka awaphula ubona elinebeer eqwele ulbekela emuva uthi hlala LA wena awyenzanga nix
Loading views...
Imagine If They Read All Your Facebook Posts At Your Funeral
😱Tjoo! Nna Nka Hwa!
Loading views...
Babe ncela into Ezolasta onyaka
Him :ohky love 😊
phi keh wabuya me calendar
Loading views...
U Flirt on me😍 I Flirt back dziniwe Kuba Nemahloni 🙈🙌
Loading views...
Ma 80s yekani ujaiva kakhulu bona ngomntu Seka gobe ixesha elide kanti ubuyisela ibele liphume kwi bra.
Loading views...
Banenyana ba ga madiba ntwela ke pan gel not pain gel
😂😂😂😂😂😂😂😂
Loading views...
My slenda girlfriend
Bbe ndinjani🤗😍💓
Me: Unje ngetso yenyoni🙄🚶♂️
Loading views...
Uthengela umntanakho iskuta uthi aphushwe umntana kaban???
Loading views...
Amantombazni okwenyani anabantwana hayi aba Hafu bango “ncoooooo kha diye phena”
Loading views...
Imagine ufumane ichery via Facebook uxelele itshomi yakho…
After one month nijola:
Your brother: Ngowaphi ugirl
Wena: Emtata bhuti
your friend: hayi mnganam sumlibala u”UTHI NGOWASE MTATA ”
Nazo ke izimanga ze social media..
Loading views...
Uve umalume wakho ethi ngakubona uba uzabalixoki, uthanda iindaba usancanca ibele, besithi xasihleba uliyeke umamele 🤣🤣🤣
Loading views...
“Masiphumeni phandle siyiphumze ngk” Kutsho mna Ndithenge indlu 😂
Loading views...
Only A Xhosa Tsotsi Will Hold You At Gunpoint And Ask You
” Exe !! Wakhe Wafa ??”
As If You Gonna Say Ewe Ndakhe Ndafa A Few Times
Loading views...