Sub Categories

“Masiphumeni phandle siyiphumze ngk” Kutsho mna Ndithenge indlu 😂

Loading views...



Utitshala ubhala ngenxele ebhodini😂abantwana bathi hazuba wayepase kuphi ebhala kakubi kangaka🤣🤣🤣

Loading views...

Ma 80s yekani ujaiva kakhulu bona ngomntu Seka gobe ixesha elide kanti ubuyisela ibele liphume kwi bra.

Loading views...

Ikati yam ine depression,,
akhonto ufuna ukuyenza into eyaziyo kukutya qha

Loading views...


Kid: Mkhulu ke eng Valentines?
Mkhulu: ke Christmas ya difebe

Loading views...


Osisi basithathela yonke into besithi yeyethu madoda,,
baqele ngokusinxibela ibrukhwe, ngoku ziicut.. Hay andisayazi ke ngoku

Loading views...


Abafazi bayi poisen nge NGO Eva 🙄
Imagine walking distance to the office Tomorrow morning and I will be a good n you have any questions or concerns please visit the following ad listing has been long time ago

Loading views...

After the funeral
White :Eishh it so sad 😔 😔
Black:Wena uyifumene njani inyama yenkukhu?

Loading views...


Xhosa Chicks Be Like
“Baby Uzandithengela Ntoni For iListeriosis
Day”
……..Yoooh don’t kill me Ngiyadlala

Loading views...


Wandala usisi we polo sendi download nengoma esizoyidlala emotweni yakhe

Loading views...

Father: lebo upasile?
Lebo: yes dad
Father : zonke learning areas?
Lebo : yes dad ngaphandle kwe English
Father : ye marn usisiphuku phuku owphi umhlobo ndikuthengele Calculator unyaka usaqala uzothi awyipasanga

Loading views...


Ubhaqe ama love bits endodeni yomxhosa ivele iphike ngisho nomqala wayo😂😂

Loading views...

Akekho umntu oweza nomhla ngyeza ngzobhosha kini egceken🤣🤣🤣🤣🤣

Loading views...

Abanye abantwana babizwa ngepay day Wena ubuzwa Uma kubanda mbawula ndiiiiiiin

Loading views...