Utitshala ubhala ngenxele ebhodini😂abantwana bathi hazuba wayepase kuphi ebhala kakubi kangaka🤣🤣🤣
Related Posts
ubokhe ubokhe uhlale phantsi nomntu wakho noba anizu kwenza nto ukhe umbuze nje bbe xaucinga wena kowenu ndingasa inkomo ezingaphi😁😁 Continue Reading..
Zimbabwe’s akuyena ugogo oyindoda umkhulu
Amantombazni okwenyani anabantwana hayi aba Hafu bango “ncoooooo kha diye phena”
Teacher: sipho ubani u 24 -12 ?? Sipho: ey angazi yaz🙄🤔.. Teacher: okay ..mawuphuza obeer abaw 12 kulaba abawu 24 Continue Reading..
Faka etum: ndithi faka etum ,HAYI yingeni ,m xm sisidenge
Baby cries at 2am WHITES: shh shh shh don’t cry sweet heart BLACKS:khona lento ayibonayo lomntana kulendlu
Him : awumhle 🐸 : Tnx ndiyeza emalanga Him :🙄🤘
ndiphucwe ifoni ngamaphara ndtheth nje leMessage ngiybhal ngeCalculator