Sub Categories

Teacher:Ubizwa ngani umuntu ongenazandla?
Learner:Vest

Loading views...



Uthi usatya isonka semihla ngemihla ezulwini agqithe uSatana nepizza

Loading views...


uJesu fika ekuseni 🗣️ kutsha mna ndivulelwa ngumama ngo 3am

Loading views...

Uxhele inkukhu,, xa ivuthiwe ufumane amanqina nedlekedleke eligoso lentamo. Haa

Loading views...


Uthengela umntanakho iskuta uthi aphushwe umntana kaban???

Loading views...


– if You See Me in Real Life And i Don’t Crack Jokes , Just Know That i Do it On Purpose Coz Andinophambana Ndawo Wonke

Loading views...

Kushushu namhlanje wow .xu kushushu kunzima ngoba langa aliphungulwa yihla jesu saga yindalo asikhali kodwa sililisw kukutsha sisengxakini ngekunjani xabesihlala nye

Loading views...

Haw seldlile igusheshe kshiwo kwindoda yakho iqgoke jamsute ye bmw

Loading views...


Kunesangoma esithe kunebhodlela eligqitshwe
ekhaya egceken ngithe akaliyeke sizoliphuza ngo December!!

Loading views...


Ungekavunywa Ngumntu Kanti Usaxabene Nomntu
Wakhe Nje For A Minute , Awazinto

Loading views...

I once had a Xhosa friend we used to chat day and night, she said she is studying law. Then one time she disappeared for 2 weeks, so I thought she was busy with her studies but I wasn’t sure. She logged in again then I said to her “hey friend where have u been I miss your company” she replied by saying “hayi tshi mna andina company wethu I’m studying” 🤣🤣🤣

Loading views...


Ndim ndodwa na oSaver inumber as Aaaa
then ndiyoyijonga kuwhatsapp uba ngubani?

Loading views...

Aii qalaza kodw ayi kakhulu loool aii wen qalaza nje ngoba usuke qalaza amadla

Loading views...