When The Relationship is in ICU 😂😂👇
Her : Baby , Ndiyeza Apho Ndiyagodola 😥
Him : No , Ungezi Coz Nalapha Kuyabanda Vele
Loading views...
When The Relationship is in ICU 😂😂👇
Her : Baby , Ndiyeza Apho Ndiyagodola 😥
Him : No , Ungezi Coz Nalapha Kuyabanda Vele
Loading views...
Uxhele inkukhu,, xa ivuthiwe ufumane amanqina nedlekedleke eligoso lentamo. Haa
Loading views...
Umntu one kiss madolo aboleke imali kuwe athi uzoyibuyisa xa eme kakuhle, uyoze ame kakuhle nin
Loading views...
UceLe UkwehLa e Teksini BaveLe Bakujonge Abantu
ingathi Bona BayoLaLa Kwa Driver 😪
Loading views...
Lizo :uyayazi ba Uthini umnwe komnye?
Sipho : Ha a! Andiyazi
Lizo : uthi!, if eliphepha lingakrazuka sikwembi ikaka
Lool
Loading views...
Imagine If They Read All Your Facebook Posts At Your Funeral
😱Tjoo! Nna Nka Hwa!
Loading views...
Ngubani owathi xa kukhala ifowuni ecaweni phuma ugobile
Loading views...
Bby usayiphethe kakuhle inkomo 🍑yam apho?
Ewe bby qha idumbile ihlatshwe zezinye uyayaz iyathanda ukulwa
Loading views...
Uve umalume wakho ethi ngakubona uba uzabalixoki, uthanda iindaba usancanca ibele, besithi xasihleba uliyeke umamele 🤣🤣🤣
Loading views...
Inqabe imali,, kunqabe nomntu okukweleta imali,. Lol
Loading views...
Him:bbe vuka ndikukhaphe
Her:no relax love bengishilo ekhaya ngath nzobuya
month end😂
Loading views...
Ikati yam ine depression,,
akhonto ufuna ukuyenza into eyaziyo kukutya qha
Loading views...
Osisi basithathela yonke into besithi yeyethu madoda,,
baqele ngokusinxibela ibrukhwe, ngoku ziicut.. Hay andisayazi ke ngoku
Loading views...
Ubhaqe ama love bits endodeni yomxhosa ivele iphike ngisho nomqala wayo😂😂
Loading views...
I wonder Le Mali Efunwa Ama Xhosa Ku Nkulunkulu Eyani😦
“Ndikhokhele Bawo”✋😩
Loading views...
Lala Ngoxolo Wena HHP, Wena Hip Hop Pantsula…Wena Hipsta.. Wena Hippopotamus…Wena Hip Hip Horaay…Wena Jabba juice
Loading views...