Ubaba ufuna ukyeka utshwala, ukhipha i case lamabodlela a empty uyawaphula..elokqala pooo ya wanglahlisa ngomsebenzi..elisbili. Pooo ya wangxoshela umfazi ..makaqhubeka awaphula ubona elinebeer eqwele ulbekela emuva uthi hlala LA wena awyenzanga nix
Related Posts
Ngenye imini dathi ndngena endlini ekhaya ndadibana nam ndiphuma…LO
Uhambe o Syabulela e town umbone sebala abelungu🤣😂