Ma 80s yekani ujaiva kakhulu bona ngomntu Seka gobe ixesha elide kanti ubuyisela ibele liphume kwi bra.
Related Posts
Baby cries at 2am WHITES: shh shh shh don’t cry sweet heart BLACKS:khona lento ayibonayo lomntana kulendlu
Aii qalaza kodw ayi kakhulu loool aii wen qalaza nje ngoba usuke qalaza amadla
Osisi basithathela yonke into besithi yeyethu madoda,, baqele ngokusinxibela ibrukhwe, ngoku ziicut.. Hay andisayazi ke ngoku
Her: Bby my love my sweet dreams Him : ahhh yavuka imbongi
Lomjita uthenge I phone ye 8K .uphinda ufuna inkawza kum ndithe makayi download😏😏😏
Umeleni silwa nalabafama, Waze wamasilwa. Waze wama simba umgodi,Waze wamasimba😂😂
Yintoni wathenga izihlangu oko, ingathi une bipola
I pain yokuba mude uthi uyazamula ugwinye inyoni ngephutha😤😐
