Uxhele inkukhu,, xa ivuthiwe ufumane amanqina nedlekedleke eligoso lentamo. Haa

Loading views...



3 seconds
👩 Bby sochamile
👨 Ewe bby kanti wena ubufuna ndikake

Loading views...


I’m sure ya’ll noticed how Taxi Drivers🚖 operate aker?
If along the way the driver suddenly decides he is not going to where you are going, he hikes another taxi for you that will take you to where you are going, right?
•°•
Yeah, so ke before you decide ulahla umntu this year, mfunele umntu. Xa uvele umshiye, umshiyela bani?? Monyakele motho pele!

Loading views...


Ngubani owathi xa kukhala ifowuni ecaweni phuma ugobile

Loading views...


ndiphucwe ifoni ngamaphara ndtheth nje leMessage ngiybhal ngeCalculator

Loading views...

Ungekavunywa Ngumntu Kanti Usaxabene Nomntu
Wakhe Nje For A Minute , Awazinto

Loading views...

NgiseRussia, ubani ofuna ngimphathele
amaRussian when I get back?

Loading views...


Lool ndikhumbule abantwana bam one gal two bous

Loading views...


Him:bbe vuka ndikukhaphe

Her:no relax love bengishilo ekhaya ngath nzobuya
month end😂

Loading views...

Bby usayiphethe kakuhle inkomo 🍑yam apho?
Ewe bby qha idumbile ihlatshwe zezinye uyayaz iyathanda ukulwa

Loading views...


Usathi: “Nice pic, love.” 😍

Avele athi: “Thanks guys.”
Bak’hlanganise nathi sonke!

Loading views...

Izolo emva kokusukumiswa kukaGumede nenkondlo emngcwabeni, wezwakala ethi,
” Kufa wingq…..za !!!
Akazange ayiqede kwayileyo nkondlo yakhe wahlaliswa phanzi.

Loading views...

Yintoni wathenga izihlangu oko,
ingathi une bipola

Loading views...