ubokhe ubokhe uhlale phantsi
nomntu wakho noba anizu
kwenza nto ukhe umbuze nje
bbe xaucinga wena kowenu
ndingasa inkomo ezingaphi😁😁

then uphume phandle uyohleka😂🤣🤣🤣😂



Izolo emva kokusukumiswa kukaGumede nenkondlo emngcwabeni, wezwakala ethi,
” Kufa wingq…..za !!!
Akazange ayiqede kwayileyo nkondlo yakhe wahlaliswa phanzi.

Lomjita uthenge I phone ye 8K .uphinda ufuna inkawza kum ndithe makayi download😏😏😏


Ndikuphathele i Chocolate ye nkomo bby esho ephethe i knorox😂


My slenda girlfriend
Bbe ndinjani🤗😍💓
Me: Unje ngetso yenyoni🙄🚶‍♂️


Kunesangoma esithe kunebhodlela eligqitshwe
ekhaya egceken ngithe akaliyeke sizoliphuza ngo December!!

Mlkhya Hlokoloza ✋🏾🔥✋

Ayingxibe u Ntombi I Pump😂
I gqibele ijike I Secret Sox✋😂😂


Kid: Mkhulu ke eng Valentines?
Mkhulu: ke Christmas ya difebe


Abanye abantwana babizwa ngepay day Wena ubuzwa Uma kubanda mbawula ndiiiiiiin


Ndithengele uOwam iChocolate yeMint athi “yhuuu haii bbe wam khange uyive lee ntoo ineVicks😂😂😂😅

ngulo Owam wase Butterworth loo😂😂

*intombazane eyilitshapha uyibona ngokunga tshintshi indoda*