Ngenye imini dathi ndngena endlini ekhaya ndadibana nam ndiphuma…LO

Loading views...



interview for a security officer position
Interviewer : uyasazi isingesi?
Job seeker : OH, lamasela azabe esuka Engilane?

Loading views...

Was 5 to die today oko ngazalwa ndihlambingane yomntano Dade wethu ngazboninyembezi zehla

Loading views...

Father: lebo upasile?
Lebo: yes dad
Father : zonke learning areas?
Lebo : yes dad ngaphandle kwe English
Father : ye marn usisiphuku phuku owphi umhlobo ndikuthengele Calculator unyaka usaqala uzothi awyipasanga

Loading views...


Wandala usisi we polo sendi download nengoma esizoyidlala emotweni yakhe

Loading views...

Ndithengele uOwam iChocolate yeMint athi “yhuuu haii bbe wam khange uyive lee ntoo ineVicks😂😂😂😅

ngulo Owam wase Butterworth loo😂😂

Loading views...


Akekho umntu oweza nomhla ngyeza ngzobhosha kini egceken🤣🤣🤣🤣🤣

Loading views...


Only A Xhosa Tsotsi Will Hold You At Gunpoint And Ask You

” Exe !! Wakhe Wafa ??”

As If You Gonna Say Ewe Ndakhe Ndafa A Few Times

Loading views...

Utitshala ubhala ngenxele ebhodini😂abantwana bathi hazuba wayepase kuphi ebhala kakubi kangaka🤣🤣🤣

Loading views...

O kwe katarA 🎻 ella kgane ke slender se ngwaya kgara

Loading views...


Emveni kweminyaka emihlanu uLizo eswelekelwe nguTATA wakhe.uthe Xa engena ekhayenilakhe wava ilizwi landoda eRoomin kaNina

LIZO: heh Mama uvukile utata NGOKU(watsho etyhala ucango leRoom),tyhini bra wawgqiba ungandfun kangaka etywaleni Kanti nguwe lo utyu mama😂

Loading views...


Teacher: 2-2=??
Learner: Andayazi!
Teacher: Xa uphethe amagwinya ayi2 ndiwathathe oyi2 kusala ntoni ??
Learner: Amafutha..!!

Loading views...

Uhambe o Syabulela e town umbone sebala abelungu🤣😂

Loading views...


Him:bbe vuka ndikukhaphe

Her:no relax love bengishilo ekhaya ngath nzobuya
month end😂

Loading views...

Whites: how was your date with her????

Blacks: Umdlile??
😂😂😂blacks always have dirty mind

Loading views...

UceLe UkwehLa e Teksini BaveLe Bakujonge Abantu
ingathi Bona BayoLaLa Kwa Driver 😪

Loading views...