Sub Categories

My slenda girlfriend
Bbe ndinjani🤗😍💓
Me: Unje ngetso yenyoni🙄🚶‍♂️

Loading views...



ubokhe ubokhe uhlale phantsi
nomntu wakho noba anizu
kwenza nto ukhe umbuze nje
bbe xaucinga wena kowenu
ndingasa inkomo ezingaphi😁😁

then uphume phandle uyohleka😂🤣🤣🤣😂

Loading views...

Izolo emva kokusukumiswa kukaGumede nenkondlo emngcwabeni, wezwakala ethi,
” Kufa wingq…..za !!!
Akazange ayiqede kwayileyo nkondlo yakhe wahlaliswa phanzi.

Loading views...

Her: Bby my love my sweet dreams
Him : ahhh yavuka imbongi

Loading views...


Abanye abantwana babizwa ngepay day Wena ubuzwa Uma kubanda mbawula ndiiiiiiin

Loading views...


Babe ncela into Ezolasta onyaka
Him :ohky love 😊

phi keh wabuya me calendar

Loading views...


Bby usayiphethe kakuhle inkomo 🍑yam apho?
Ewe bby qha idumbile ihlatshwe zezinye uyayaz iyathanda ukulwa

Loading views...

Kukhona ilanga ngapho ngapha alikho imibuzo yamadoda asemsinga !babuye bephume ebhoshi besixhawule

Loading views...


Lomjita uthenge I phone ye 8K .uphinda ufuna inkawza kum ndithe makayi download😏😏😏

Loading views...


Abafazi bayi poisen nge NGO Eva 🙄
Imagine walking distance to the office Tomorrow morning and I will be a good n you have any questions or concerns please visit the following ad listing has been long time ago

Loading views...

I-English sisixhosa emzantsi
Orange uyohlala iyiyo nangesiXhosa

Loading views...


After having s##
🧑:Mnandii s#x BBY
👧: Andik’khonellii ndiifunenye iround
🧑:Yhuu baby awukhonelli kodwa siyenze irounds ezii5.
👧:Jonga ndiizeke or nzanxellella itshomiie zam that nah uyafonyoza

Loading views...