Kukhona ilanga ngapho ngapha alikho imibuzo yamadoda asemsinga !babuye bephume ebhoshi besixhawule
Related Posts
Akekho umntu oweza nomhla ngyeza ngzobhosha kini egceken🤣🤣🤣🤣🤣
Izolo emva kokusukumiswa kukaGumede nenkondlo emngcwabeni, wezwakala ethi, ” Kufa wingq…..za !!! Akazange ayiqede kwayileyo nkondlo yakhe wahlaliswa phanzi.
Akhange Ndithethe Lonto Mna ButywaLa , Bendingasoze Ndithethe Lonto Ndi Sober
Uthi usatya isonka semihla ngemihla ezulwini agqithe uSatana nepizza
“Masiphumeni phandle siyiphumze ngk” Kutsho mna Ndithenge indlu 😂
Ma 80s yekani ujaiva kakhulu bona ngomntu Seka gobe ixesha elide kanti ubuyisela ibele liphume kwi bra.
U Flirt on me😍 I Flirt back dziniwe Kuba Nemahloni 🙈🙌
Only A Xhosa Tsotsi Will Hold You At Gunpoint And Ask You ” Exe !! Wakhe Wafa ??” As If Continue Reading..
