Ipipi ulifake ku sim2 nge mistake ubone iSpringbok siwisa iHeadboard…
Loading views...
Ipipi ulifake ku sim2 nge mistake ubone iSpringbok siwisa iHeadboard…
Loading views...
Kukhona ilanga ngapho ngapha alikho imibuzo yamadoda asemsinga !babuye bephume ebhoshi besixhawule
Loading views...
Bby usayiphethe kakuhle inkomo yam apho?
Ewe bby qha idumbile ihlatshwe zezinye uyayaz iyathanda ukulwa
Loading views...
Babe ncela into Ezolasta onyaka
Him :ohky love
phi keh wabuya me calendar
Loading views...
Abanye abantwana babizwa ngepay day Wena ubuzwa Uma kubanda mbawula ndiiiiiiin
Loading views...
Her: Bby my love my sweet dreams
Him : ahhh yavuka imbongi
Loading views...
“umntu udlala ngento anayo mtshana”
Kutsho uMalume ndimbhaqe eskoma
Loading views...
Izolo emva kokusukumiswa kukaGumede nenkondlo emngcwabeni, wezwakala ethi,
” Kufa wingq…..za !!!
Akazange ayiqede kwayileyo nkondlo yakhe wahlaliswa phanzi.
Loading views...
ubokhe ubokhe uhlale phantsi
nomntu wakho noba anizu
kwenza nto ukhe umbuze nje
bbe xaucinga wena kowenu
ndingasa inkomo ezingaphi
then uphume phandle uyohleka
Loading views...
My slenda girlfriend
Bbe ndinjani
Me: Unje ngetso yenyoni
Loading views...