Sub Categories

17 years old girl when she bump into her parents with her boyfriend
Girl: mom ,dad this is my boyfriend
Parents whites :hi nice to meet you
Blacks : Zodwa ubani lo ungihlolelani Wena sowfuna ukumitha nx



Ndithengele uOwam iChocolate yeMint athi β€œyhuuu haii bbe wam khange uyive lee ntoo ineVicksπŸ˜‚πŸ˜‚πŸ˜‚πŸ˜…

ngulo Owam wase Butterworth looπŸ˜‚πŸ˜‚

Attention ladies, β€œYou can have a kid and still be clean”. πŸ˜‚ πŸ˜‚ πŸ˜‚
.
Umntwana akafihli izinto zekuhlamba shame. πŸ’–

Ungathini uthi ungena eB&B uhamba nomntu ombayo udibane nowakwakho ephuma apha nomnye umntu.


Baby cries at 2am
WHITES: shh shh shh don’t cry sweet heart
BLACKS:khona lento ayibonayo lomntana kulendlu


Imagine dating a traffic cop. When you trying to sneak out at night to party with your friends you find him hiding behind the tree and say β€˜wooo uyaphi’


After the funeral
White :Eishh it so sad πŸ˜” πŸ˜”
Black:Wena uyifumene njani inyama yenkukhu?

When The Relationship is in ICU πŸ˜‚πŸ˜‚πŸ‘‡

Her : Baby , Ndiyeza Apho Ndiyagodola πŸ˜₯
Him : No , Ungezi Coz Nalapha Kuyabanda Vele

UceLe UkwehLa e Teksini BaveLe Bakujonge Abantu
ingathi Bona BayoLaLa Kwa Driver πŸ˜ͺ


Baka Nexdoor Yaka Baletxa Kulungile Baba i Think A Bana Seshebo


– if You See Me in Real Life And i Don’t Crack Jokes , Just Know That i Do it On Purpose Coz Andinophambana Ndawo Wonke


Kunesangoma esithe kunebhodlela eligqitshwe
ekhaya egceken ngithe akaliyeke sizoliphuza ngo December!!

Emveni kweminyaka emihlanu uLizo eswelekelwe nguTATA wakhe.uthe Xa engena ekhayenilakhe wava ilizwi landoda eRoomin kaNina

LIZO: heh Mama uvukile utata NGOKU(watsho etyhala ucango leRoom),tyhini bra wawgqiba ungandfun kangaka etywaleni Kanti nguwe lo utyu mamaπŸ˜‚