Lala Ngoxolo Wena HHP, Wena Hip Hop Pantsula…Wena Hipsta.. Wena Hippopotamus…Wena Hip Hip Horaay…Wena Jabba juice
Related Posts
Amantombazni okwenyani anabantwana hayi aba Hafu bango “ncoooooo kha diye phena”
Ngenye imini dathi ndngena endlini ekhaya ndadibana nam ndiphuma…LO
Uxhele inkukhu,, xa ivuthiwe ufumane amanqina nedlekedleke eligoso lentamo. Haa
Ma 80s yekani ujaiva kakhulu bona ngomntu Seka gobe ixesha elide kanti ubuyisela ibele liphume kwi bra.
Umithi and Uhleli nabazali bakho,,, boom kudlale intengiso yecondom kunomathotholo lool
Umntu one kiss madolo aboleke imali kuwe athi uzoyibuyisa xa eme kakuhle, uyoze ame kakuhle nin
Lool ndikhumbule abantwana bam one gal two bous
Abanye abantwana babizwa ngepay day Wena ubuzwa Uma kubanda mbawula ndiiiiiiin
