Baka Nexdoor Yaka Baletxa Kulungile Baba i Think A Bana Seshebo
Related Posts
Lizo :uyayazi ba Uthini umnwe komnye? Sipho : Ha a! Andiyazi Lizo : uthi!, if eliphepha lingakrazuka sikwembi ikaka Lool
Ngubani owathi xa kukhala ifowuni ecaweni phuma ugobile
Teacher:Ubizwa ngani umuntu ongenazandla? Learner:Vest
I pain yokuba mude uthi uyazamula ugwinye inyoni ngephutha😤😐
Lizo: uyayazi ba Uthini umnwe komnye? Sipho : ha a!
Ubone umntu ethiya umntang ngo hard life or long life …… ungayaz bah kwezek ntoni
Zimbabwe’s akuyena ugogo oyindoda umkhulu
Uve umalume wakho ethi ngakubona uba uzabalixoki, uthanda iindaba usancanca ibele, besithi xasihleba uliyeke umamele 🤣🤣🤣
