Akekho umntu oweza nomhla ngyeza ngzobhosha kini egceken🤣🤣🤣🤣🤣
Related Posts
Uxhele inkukhu,, xa ivuthiwe ufumane amanqina nedlekedleke eligoso lentamo. Haa
Le team yenu ityiwa njalo, ngathi sisonka esi brown. Lool
Ungathini uthi ungena eB&B uhamba nomntu ombayo udibane nowakwakho ephuma apha nomnye umntu.
I-English sisixhosa emzantsi Orange uyohlala iyiyo nangesiXhosa
When you think he’s finished umuzwe esithi “thwala izandla entloko ubengathi udle imali ye rent” 😅😅😂
Him : awumhle 🐸 : Tnx ndiyeza emalanga Him :🙄🤘
Amantombazni okwenyani anabantwana hayi aba Hafu bango “ncoooooo kha diye phena”
Ikati yam ine depression,, akhonto ufuna ukuyenza into eyaziyo kukutya qha
