Uve umalume wakho ethi ngakubona uba uzabalixoki, uthanda iindaba usancanca ibele, besithi xasihleba uliyeke umamele 🤣🤣🤣
Sub Categories
Ma 80s yekani ujaiva kakhulu bona ngomntu Seka gobe ixesha elide kanti ubuyisela ibele liphume kwi bra.
Abemnyama umntu ude ubenosizi, ngathi zothi ngafa yi heart burn. Uze usole ukuthi igazi lakhe alikho bomve ngu oyela kuphela🤣🤣🤣
Abemnyama umuntu vele ubone iwitbank nje kuye kuphela, ude ufise nokumemeza uthi atsha amalahle namalangabe.🤣🤣🤣
Whites. He is very rich.
Black’s. Kuyafana uzofa ayishiye.