Ubaba ufuna ukyeka utshwala, ukhipha i case lamabodlela a empty uyawaphula..elokqala pooo ya wanglahlisa ngomsebenzi..elisbili. Pooo ya wangxoshela umfazi ..makaqhubeka awaphula ubona elinebeer eqwele ulbekela emuva uthi hlala LA wena awyenzanga nix
Related Posts
Izolo emva kokusukumiswa kukaGumede nenkondlo emngcwabeni, wezwakala ethi, ” Kufa wingq…..za !!! Akazange ayiqede kwayileyo nkondlo yakhe wahlaliswa phanzi.
Kid: Mkhulu ke eng Valentines? Mkhulu: ke Christmas ya difebe
interview for a security officer position Interviewer : uyasazi isingesi? Job seeker : OH, lamasela azabe esuka Engilane?
Imagine ufumane ichery via Facebook uxelele itshomi yakho… After one month nijola: Your brother: Ngowaphi ugirl Wena: Emtata bhuti your Continue Reading..
Bby usayiphethe kakuhle inkomo 🍑yam apho? Ewe bby qha idumbile ihlatshwe zezinye uyayaz iyathanda ukulwa
Ndithengele uOwam iChocolate yeMint athi “yhuuu haii bbe wam khange uyive lee ntoo ineVicks😂😂😂😅 ngulo Owam wase Butterworth loo😂😂
Only A Xhosa Tsotsi Will Hold You At Gunpoint And Ask You ” Exe !! Wakhe Wafa ??” As If Continue Reading..
Baby cries at 2am WHITES: shh shh shh don’t cry sweet heart BLACKS:khona lento ayibonayo lomntana kulendlu
