Ubaba ufuna ukyeka utshwala, ukhipha i case lamabodlela a empty uyawaphula..elokqala pooo ya wanglahlisa ngomsebenzi..elisbili. Pooo ya wangxoshela umfazi ..makaqhubeka Continue Reading..
Abanye abantwana babizwa ngepay day Wena ubuzwa Uma kubanda mbawula ndiiiiiiin
Teacher:iphi i-home work yakho:Kid ndiyilahle ngexesha ndilwa nalamntana othe “you are not the best teacher in class”