Osisi basithathela yonke into besithi yeyethu madoda,, baqele ngokusinxibela ibrukhwe, ngoku ziicut.. Hay andisayazi ke ngoku
Ubaba ufuna ukyeka utshwala, ukhipha i case lamabodlela a empty uyawaphula..elokqala pooo ya wanglahlisa ngomsebenzi..elisbili. Pooo ya wangxoshela umfazi ..makaqhubeka Continue Reading..
Banenyana ba ga madiba ntwela ke pan gel not pain gel 😂😂😂😂😂😂😂😂