Ungathini uthi ungena eB&B uhamba nomntu ombayo udibane nowakwakho ephuma apha nomnye umntu.
Related Posts
Abanye abantwana babizwa ngepay day Wena ubuzwa Uma kubanda mbawula ndiiiiiiin
uJesu fika ekuseni 🗣️ kutsha mna ndivulelwa ngumama ngo 3am
When you think he’s finished umuzwe esithi “thwala izandla entloko ubengathi udle imali ye rent” 😅😅😂
Teacher:iphi i-home work yakho:Kid ndiyilahle ngexesha ndilwa nalamntana othe “you are not the best teacher in class”
Kid: Mkhulu ke eng Valentines? Mkhulu: ke Christmas ya difebe
Uve umalume wakho ethi ngakubona uba uzabalixoki, uthanda iindaba usancanca ibele, besithi xasihleba uliyeke umamele 🤣🤣🤣
Zimbabwe’s akuyena ugogo oyindoda umkhulu
U Flirt on me😍 I Flirt back dziniwe Kuba Nemahloni 🙈🙌
