Kid: Mkhulu ke eng Valentines? Mkhulu: ke Christmas ya difebe
Akekho umntu oweza nomhla ngyeza ngzobhosha kini egceken🤣🤣🤣🤣🤣
Abanye abantwana babizwa ngepay day Wena ubuzwa Uma kubanda mbawula ndiiiiiiin
Ngubani owathi xa kukhala ifowuni ecaweni phuma ugobile
Banenyana ba ga madiba ntwela ke pan gel not pain gel 😂😂😂😂😂😂😂😂
I-English sisixhosa emzantsi Orange uyohlala iyiyo nangesiXhosa
My slenda girlfriend Bbe ndinjani🤗😍💓 Me: Unje ngetso yenyoni🙄🚶♂️
Lomjita uthenge I phone ye 8K .uphinda ufuna inkawza kum ndithe makayi download😏😏😏
Uthi usatya isonka semihla ngemihla ezulwini agqithe uSatana nepizza
Your email address will not be published. Required fields are marked *
Comment *
Name *
Email *