NgiseRussia, ubani ofuna ngimphathele amaRussian when I get back?
Father: lebo upasile? Lebo: yes dad Father : zonke learning areas? Lebo : yes dad ngaphandle kwe English Father : Continue Reading..
Ngubani owathi xa kukhala ifowuni ecaweni phuma ugobile
Inqabe imali,, kunqabe nomntu okukweleta imali,. Lol
Umntu one kiss madolo aboleke imali kuwe athi uzoyibuyisa xa eme kakuhle, uyoze ame kakuhle nin
Babe ncela into Ezolasta onyaka Him :ohky love 😊 phi keh wabuya me calendar
UceLe UkwehLa e Teksini BaveLe Bakujonge Abantu ingathi Bona BayoLaLa Kwa Driver 😪
*intombazane eyilitshapha uyibona ngokunga tshintshi indoda*
Itshomi yam icingba ibhadlile, Ithi litswele lodwa elililisayo,, ndamphosela ngebutternut ebusweni.. Lol
Your email address will not be published. Required fields are marked *
Comment *
Name *
Email *