Her: Bby my love my sweet dreams Him : ahhh yavuka imbongi
Him : awumhle 🐸 : Tnx ndiyeza emalanga Him :🙄🤘
Babe ncela into Ezolasta onyaka Him :ohky love 😊 phi keh wabuya me calendar
I wonder Le Mali Efunwa Ama Xhosa Ku Nkulunkulu Eyani😦 “Ndikhokhele Bawo”✋😩
I pain yokuba mude uthi uyazamula ugwinye inyoni ngephutha😤😐
Teacher:Ubizwa ngani umuntu ongenazandla? Learner:Vest
After the funeral White :Eishh it so sad 😔 😔 Black:Wena uyifumene njani inyama yenkukhu?
I-English sisixhosa emzantsi Orange uyohlala iyiyo nangesiXhosa
Izolo emva kokusukumiswa kukaGumede nenkondlo emngcwabeni, wezwakala ethi, ” Kufa wingq…..za !!! Akazange ayiqede kwayileyo nkondlo yakhe wahlaliswa phanzi.
Your email address will not be published. Required fields are marked *
Comment *
Name *
Email *