Banenyana ba ga madiba ntwela ke pan gel not pain gel 😂😂😂😂😂😂😂😂
Her: bbe Am Pregnent’ Him: Usushintshe Igama? Her: Aybo Am Pregnent Serious! Him: Hah Nesbongo Fut
Aii qalaza kodw ayi kakhulu loool aii wen qalaza nje ngoba usuke qalaza amadla
Bby usayiphethe kakuhle inkomo 🍑yam apho? Ewe bby qha idumbile ihlatshwe zezinye uyayaz iyathanda ukulwa
Kunesangoma esithe kunebhodlela eligqitshwe ekhaya egceken ngithe akaliyeke sizoliphuza ngo December!!
Izolo emva kokusukumiswa kukaGumede nenkondlo emngcwabeni, wezwakala ethi, ” Kufa wingq…..za !!! Akazange ayiqede kwayileyo nkondlo yakhe wahlaliswa phanzi.
Teacher:iphi i-home work yakho:Kid ndiyilahle ngexesha ndilwa nalamntana othe “you are not the best teacher in class”
Ndithengele uOwam iChocolate yeMint athi “yhuuu haii bbe wam khange uyive lee ntoo ineVicks😂😂😂😅 ngulo Owam wase Butterworth loo😂😂
Uhambe o Syabulela e town umbone sebala abelungu🤣😂
Your email address will not be published. Required fields are marked *
Comment *
Name *
Email *