Le team yenu ityiwa njalo, ngathi sisonka esi brown. Lool
After having s## 🧑:Mnandii s#x BBY 👧: Andik’khonellii ndiifunenye iround 🧑:Yhuu baby awukhonelli kodwa siyenze irounds ezii5. 👧:Jonga ndiizeke or Continue Reading..
Ma 80s yekani ujaiva kakhulu bona ngomntu Seka gobe ixesha elide kanti ubuyisela ibele liphume kwi bra.
ubokhe ubokhe uhlale phantsi nomntu wakho noba anizu kwenza nto ukhe umbuze nje bbe xaucinga wena kowenu ndingasa inkomo ezingaphi😁😁 Continue Reading..
Umeleni silwa nalabafama, Waze wamasilwa. Waze wama simba umgodi,Waze wamasimba😂😂
Inqabe imali,, kunqabe nomntu okukweleta imali,. Lol
Lool ndikhumbule abantwana bam one gal two bous
Akhonto igeza njenge ndoda ezaziyo ba ayityelwa.
Uhambe o Syabulela e town umbone sebala abelungu🤣😂
Your email address will not be published. Required fields are marked *
Comment *
Name *
Email *