Yintoni wathenga izihlangu oko, ingathi une bipola
Uthengela umntanakho iskuta uthi aphushwe umntana kaban???
ubokhe ubokhe uhlale phantsi nomntu wakho noba anizu kwenza nto ukhe umbuze nje bbe xaucinga wena kowenu ndingasa inkomo ezingaphi😁😁 Continue Reading..
– if You See Me in Real Life And i Don’t Crack Jokes , Just Know That i Do it Continue Reading..
Him : awumhle 🐸 : Tnx ndiyeza emalanga Him :🙄🤘
Ndithengele uOwam iChocolate yeMint athi “yhuuu haii bbe wam khange uyive lee ntoo ineVicks😂😂😂😅 ngulo Owam wase Butterworth loo😂😂
“umntu udlala ngento anayo mtshana”🤨 Kutsho uMalume ndimbhaqe eskoma😀
U Flirt on me😍 I Flirt back dziniwe Kuba Nemahloni 🙈🙌
After having s## 🧑:Mnandii s#x BBY 👧: Andik’khonellii ndiifunenye iround 🧑:Yhuu baby awukhonelli kodwa siyenze irounds ezii5. 👧:Jonga ndiizeke or Continue Reading..
Your email address will not be published. Required fields are marked *
Comment *
Name *
Email *