Aii qalaza kodw ayi kakhulu loool aii wen qalaza nje ngoba usuke qalaza amadla
Related Posts
Amantombazni okwenyani anabantwana hayi aba Hafu bango “ncoooooo kha diye phena”
ubokhe ubokhe uhlale phantsi nomntu wakho noba anizu kwenza nto ukhe umbuze nje bbe xaucinga wena kowenu ndingasa inkomo ezingaphi😁😁 Continue Reading..
Osisi basithathela yonke into besithi yeyethu madoda,, baqele ngokusinxibela ibrukhwe, ngoku ziicut.. Hay andisayazi ke ngoku
“iphi itshintshi Baby?” Kodwa Uthi Une Boyfriend
Uhambe o Syabulela e town umbone sebala abelungu🤣😂
Abanye abantwana babizwa ngepay day Wena ubuzwa Uma kubanda mbawula ndiiiiiiin
Xhosa Chicks Be Like “Baby Uzandithengela Ntoni For iListeriosis Day” ……..Yoooh don’t kill me Ngiyadlala
Teacher: 2-2=?? Learner: Andayazi! Teacher: Xa uphethe amagwinya ayi2 ndiwathathe oyi2 kusala ntoni ?? Learner: Amafutha..!!
