Nka’s Tomme Match ka 1-0⚽ Wa ngwana yena sorry! 🖐🏼😏
After having s## 🧑:Mnandii s#x BBY 👧: Andik’khonellii ndiifunenye iround 🧑:Yhuu baby awukhonelli kodwa siyenze irounds ezii5. 👧:Jonga ndiizeke or Continue Reading..
interview for a security officer position Interviewer : uyasazi isingesi? Job seeker : OH, lamasela azabe esuka Engilane?
Lizo: uyayazi ba Uthini umnwe komnye? Sipho : ha a!
Umithi and Uhleli nabazali bakho,,, boom kudlale intengiso yecondom kunomathotholo lool
Umeleni silwa nalabafama, Waze wamasilwa. Waze wama simba umgodi,Waze wamasimba😂😂
Amantombazni okwenyani anabantwana hayi aba Hafu bango “ncoooooo kha diye phena”
Ungekavunywa Ngumntu Kanti Usaxabene Nomntu Wakhe Nje For A Minute , Awazinto
Ndim ndodwa na oSaver inumber as Aaaa then ndiyoyijonga kuwhatsapp uba ngubani?
Your email address will not be published. Required fields are marked *
Comment *
Name *
Email *