Uxhele inkukhu,, xa ivuthiwe ufumane amanqina nedlekedleke eligoso lentamo. Haa
Related Posts
*intombazane eyilitshapha uyibona ngokunga tshintshi indoda*
Amantombazni okwenyani anabantwana hayi aba Hafu bango “ncoooooo kha diye phena”
UceLe UkwehLa e Teksini BaveLe Bakujonge Abantu ingathi Bona BayoLaLa Kwa Driver 😪
Teacher: sipho ubani u 24 -12 ?? Sipho: ey angazi yaz🙄🤔.. Teacher: okay ..mawuphuza obeer abaw 12 kulaba abawu 24 Continue Reading..
Lizo :uyayazi ba Uthini umnwe komnye? Sipho : Ha a! Andiyazi Lizo : uthi!, if eliphepha lingakrazuka sikwembi ikaka Lool
Yintoni wathenga izihlangu oko, ingathi une bipola
Teacher: 2-2=?? Learner: Andayazi! Teacher: Xa uphethe amagwinya ayi2 ndiwathathe oyi2 kusala ntoni ?? Learner: Amafutha..!!
Ma 80s yekani ujaiva kakhulu bona ngomntu Seka gobe ixesha elide kanti ubuyisela ibele liphume kwi bra.
