Lizo: uyayazi ba Uthini umnwe komnye? Sipho : ha a!
Izolo emva kokusukumiswa kukaGumede nenkondlo emngcwabeni, wezwakala ethi, ” Kufa wingq…..za !!! Akazange ayiqede kwayileyo nkondlo yakhe wahlaliswa phanzi.
Uthi usatya isonka semihla ngemihla ezulwini agqithe uSatana nepizza
Babe ncela into Ezolasta onyaka Him :ohky love phi keh wabuya me calendar
Uxhele inkukhu,, xa ivuthiwe ufumane amanqina nedlekedleke eligoso lentamo. Haa
After having s## :Mnandii s#x BBY : Andik’khonellii ndiifunenye iround :Yhuu baby awukhonelli kodwa siyenze irounds ezii5. :Jonga ndiizeke or Continue Reading..
Lool ndikhumbule abantwana bam one gal two bous
Le team yenu ityiwa njalo, ngathi sisonka esi brown. Lool
Xhosa Chicks Be Like “Baby Uzandithengela Ntoni For iListeriosis Day” ……..Yoooh don’t kill me Ngiyadlala
Your email address will not be published. Required fields are marked *
Comment *
Name *
Email *